Filter
(found 4 products)
Book cover image
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi. IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ...
Oxford Ukhanyo: Reader 1: Oxford ukhanyo CAPS: Reader 1: Gr 1 Gr 1
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi. IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ngexesha elifanelekileyo. Ngokwenkcubeko ityebile kwaye kulula ukuyisebenzisa. Ukubhalwa kwayo ngokweemfuno zeCAPS kuyenza ibe yeyona ikhethwayo ngootitshala boLwimi IwaseKhaya.
https://magrudy-assets.storage.googleapis.com/9780199052752.jpg
USD

Oxford Ukhanyo: Reader 1: Oxford ukhanyo CAPS: Reader 1: Gr 1 Gr 1

by P. Njengele, N. Mkruqulwa, X. Mjele, N. Mafenuka, K. Biyana, T. Bandla-Thunzi
Paperback / softback
Book cover image
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi. IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ...
Oxford ukhanyo CAPS: Gr 3: Workbook: Home language
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi. IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ngexesha elifanelekileyo. Ngokwenkcubeko ityebile kwaye kulula ukuyisebenzisa. Ukubhalwa kwayo ngokweemfuno zeCAPS kuyenza ibe yeyona ikhethwayo ngootitshala boLwimi IwaseKhaya.
https://magrudy-assets.storage.googleapis.com/9780199052967.jpg

Oxford Ukhanyo CAPS: Oxford ukhanyo CAPS: Gr 2: Workbook Gr 2: Workbook

https://magrudy-assets.storage.googleapis.com/9780199043743.jpg

Oxford Ukhanyo: Oxford ukhanyo CAPS: Gr 1: Workbook Gr 1: Workbook

https://magrudy-assets.storage.googleapis.com/9780195998337.jpg

Page 1 of 1